Isaya 60:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ilanga lakho aliyi kuba satshona, nenyanga yakho ingafi; kuba uYehova uya kuba lukhanyiso oluhlala ngokungenammiselo kuwe,+ nemihla yokuzila kwakho iya kube ifikelele esiphelweni.+ Habhakuki 3:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ke kona ukuqaqamba kwakhe, kwaba njengokukhanya.+ Wayenemitha emibini iphuma esandleni sakhe, kwakulapho ukufihlakala kwamandla akhe.+ Habhakuki 3:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ilanga—inyanga—zema,+ ezindaweni zazo zokuhlala eziphakamileyo.+ Iintolo zakho zaqhubeka ziphuma njengokukhanya.+ Ukumenyezela komkhonto wakho kwabangela ukuqaqamba.+ ISityhilelo 21:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Yaye akukho mfuneko yalanga nanyanga yokukhanyisa kweso sixeko,+ kuba ubuqaqawuli bukaThixo busikhanyisile, yaye iMvana isisibane saso.+ ISityhilelo 22:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Akusayi kubakho busuku khona,+ kungasayi kubakho mfuneko yokukhanya kwesibane nokukhanya kwelanga, kuba uYehova uThixo uya kuwakhanyisela,+ yaye aya kulawula njengookumkani ngonaphakade kanaphakade.+
20 Ilanga lakho aliyi kuba satshona, nenyanga yakho ingafi; kuba uYehova uya kuba lukhanyiso oluhlala ngokungenammiselo kuwe,+ nemihla yokuzila kwakho iya kube ifikelele esiphelweni.+
4 Ke kona ukuqaqamba kwakhe, kwaba njengokukhanya.+ Wayenemitha emibini iphuma esandleni sakhe, kwakulapho ukufihlakala kwamandla akhe.+
11 Ilanga—inyanga—zema,+ ezindaweni zazo zokuhlala eziphakamileyo.+ Iintolo zakho zaqhubeka ziphuma njengokukhanya.+ Ukumenyezela komkhonto wakho kwabangela ukuqaqamba.+
23 Yaye akukho mfuneko yalanga nanyanga yokukhanyisa kweso sixeko,+ kuba ubuqaqawuli bukaThixo busikhanyisile, yaye iMvana isisibane saso.+
5 Akusayi kubakho busuku khona,+ kungasayi kubakho mfuneko yokukhanya kwesibane nokukhanya kwelanga, kuba uYehova uThixo uya kuwakhanyisela,+ yaye aya kulawula njengookumkani ngonaphakade kanaphakade.+