IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 25:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Okunene uya kuginya ukufa ngonaphakade,+ yaye iNkosi enguMongami uYehova ngokuqinisekileyo iya kosula iinyembezi ebusweni bonke.+ Nongcikivo lwabantu bakhe uya kulususa emhlabeni wonke,+ kuba uYehova uthethile.

  • Isaya 30:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Xa bona kanye abantu eZiyon+ behleli eYerusalem,+ akusayi kuze ulile.+ Nakanjani na uya kukubabala esandini sesikhalo sakho; kamsinya nje akusiva okunene uya kukuphendula.+

  • Isaya 35:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Kwaye bona kanye abo bakhululweyo nguYehova baya kubuya baze+ ngokuqinisekileyo beze eZiyon ngentswahla yovuyo;+ nemihlali iya kuba phezu kwentloko yabo ukusa kwixesha elingenammiselo.+ Baya kugcoba babe nemihlali, intlungu nokuncwina kusabe kubo.+

  • ISityhilelo 21:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Uya kuzisula zonke iinyembezi+ emehlweni abo, kungabi sabakho kufa,+ kungabi sabakho kuzila nakukhala nantlungu kwakhona.+ Izinto zangaphambili zidlule.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share