Duteronomi 17:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kuphela nje makangazandiseli mahashe,+ angababuyiseli abantu eYiputa ukuze andise amahashe;+ ngokuba uYehova uthe kuni, ‘Ningaze nibuye ngale ndlela kwakhona.’ INdumiso 33:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ihashe liyinkohliso kusindiso,+Nangobuninzi bamandla alo alinako ukubaleka.+ IMizekeliso 21:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Ihashe lilungiselelwa imini yedabi,+ kodwa usindiso lolukaYehova.+
16 Kuphela nje makangazandiseli mahashe,+ angababuyiseli abantu eYiputa ukuze andise amahashe;+ ngokuba uYehova uthe kuni, ‘Ningaze nibuye ngale ndlela kwakhona.’