IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 20:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  7 Ezinye ngokuphathelele iinqwelo ezinye ngokuphathelele amahashe,+

      Kodwa, ke thina, ngokuphathelele igama likaYehova uThixo wethu siya kumkhankanya.+

  • Isaya 31:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 31 Yeha ke abo baya eYiputa ukuba bancedwe,+ abo bathembela ngamahashe,+ nabo bakholosa ngeenqwelo zokulwa ezininzi, nangamahashe emfazwe,+ ngenxa yokuba enamandla kakhulu, kodwa abangakhangelanga kuLowo Ungcwele kaSirayeli nabangamfunanga uYehova.+

  • Yeremiya 46:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Bophani amahashe, nize nikhwele, bakhweli-mahashe, nize nizimise ninezigcina-ntloko. Khazimlisani iincula. Yambathani izambatho zentsimbi.+

  • ISityhilelo 19:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Ndabona izulu livulekile, yaye khangela! nalo ihashe elimhlophe.+ Lowo wayehleli kulo ubizwa ngokuba nguThembekile,+ nguNyaniso,+ yaye ugweba aze enze imfazwe ngobulungisa.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share