Hoseya 11:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Uya kuhamba emva koYehova.+ Njengengonyama uya kugquma;+ kuba ngokwakhe uya kugquma,+ yaye oonyana baza kungcangcazela bevela entshona.+ Amosi 3:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ingonyama igqumile!+ Ngubani na ongayi koyika? INkosi enguMongami uYehova ithethile! Ngubani na ongayi kuprofeta?’+
10 Uya kuhamba emva koYehova.+ Njengengonyama uya kugquma;+ kuba ngokwakhe uya kugquma,+ yaye oonyana baza kungcangcazela bevela entshona.+
8 Ingonyama igqumile!+ Ngubani na ongayi koyika? INkosi enguMongami uYehova ithethile! Ngubani na ongayi kuprofeta?’+