IMizekeliso 20:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Umothuso wokumkani unjengokubhavuma kwengonyama entsha enesingci.+ Nabani na omenza avuthe ngumsindo wona nxamnye nomphefumlo wakhe.+ IMizekeliso 30:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 yingonyama, eyona inamandla phakathi kwezilo yaye ayibuyi mva kuzo zonke;+ Yeremiya 4:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Unyuke njengengonyama iphuma entshinyeleni yayo,+ yaye lowo wonakalisa iintlanga undulukile;+ uphumile endaweni yakhe ukuze enze ilizwe lakho libe yinto ekhwankqisayo. Izixeko zakho ziya kuwa zibe ngamanxuwa, zingabi nabemi.+ Amosi 1:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Wathi: “UYehova—uya kugquma eseZiyon,+ akhuphe ilizwi lakhe eseYerusalem;+ yaye amadlelo abalusi amele azile, uchochoyi lweKarmele lumele lome.”+
2 Umothuso wokumkani unjengokubhavuma kwengonyama entsha enesingci.+ Nabani na omenza avuthe ngumsindo wona nxamnye nomphefumlo wakhe.+
7 Unyuke njengengonyama iphuma entshinyeleni yayo,+ yaye lowo wonakalisa iintlanga undulukile;+ uphumile endaweni yakhe ukuze enze ilizwe lakho libe yinto ekhwankqisayo. Izixeko zakho ziya kuwa zibe ngamanxuwa, zingabi nabemi.+
2 Wathi: “UYehova—uya kugquma eseZiyon,+ akhuphe ilizwi lakhe eseYerusalem;+ yaye amadlelo abalusi amele azile, uchochoyi lweKarmele lumele lome.”+