INdumiso 125:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 125 Abo bakholosa ngoYehova+BanjengeNtaba yeZiyon,+ engenakushukunyiswa, kodwa ihleli kude kube lixesha elingenammiselo.+ Isaya 42:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 UYehova uya kuphuma njengendoda enamandla.+ Uya kuvusa inzondelelo njengendoda yokulwa.+ Uya kukhwaza, ewe, uya kuhlaba umkhosi;+ uya kuzibonakalisa enamandla ngakumbi phezu kweentshaba zakhe.+ Zekariya 12:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ngaloo mini uYehova uya kubakhusela abemi baseYerusalem;+ nalowo ukhubekayo phakathi kwabo umele ngaloo mini abe njengoDavide,+ nendlu kaDavide njengoThixo,+ njengengelosi kaYehova phambi kwabo.+
125 Abo bakholosa ngoYehova+BanjengeNtaba yeZiyon,+ engenakushukunyiswa, kodwa ihleli kude kube lixesha elingenammiselo.+
13 UYehova uya kuphuma njengendoda enamandla.+ Uya kuvusa inzondelelo njengendoda yokulwa.+ Uya kukhwaza, ewe, uya kuhlaba umkhosi;+ uya kuzibonakalisa enamandla ngakumbi phezu kweentshaba zakhe.+
8 Ngaloo mini uYehova uya kubakhusela abemi baseYerusalem;+ nalowo ukhubekayo phakathi kwabo umele ngaloo mini abe njengoDavide,+ nendlu kaDavide njengoThixo,+ njengengelosi kaYehova phambi kwabo.+