Hoseya 11:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Uya kuhamba emva koYehova.+ Njengengonyama uya kugquma;+ kuba ngokwakhe uya kugquma,+ yaye oonyana baza kungcangcazela bevela entshona.+ Yoweli 3:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 UYehova uya kugquma eseZiyon, uya kulivakalisa ilizwi lakhe eseYerusalem.+ Izulu nomhlaba ngokuqinisekileyo ziya kunyikima;+ kodwa uYehova uya kuba yindawo yokusabela yabantu bakhe,+ nenqaba koonyana bakaSirayeli.+
10 Uya kuhamba emva koYehova.+ Njengengonyama uya kugquma;+ kuba ngokwakhe uya kugquma,+ yaye oonyana baza kungcangcazela bevela entshona.+
16 UYehova uya kugquma eseZiyon, uya kulivakalisa ilizwi lakhe eseYerusalem.+ Izulu nomhlaba ngokuqinisekileyo ziya kunyikima;+ kodwa uYehova uya kuba yindawo yokusabela yabantu bakhe,+ nenqaba koonyana bakaSirayeli.+