IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kronike 33:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Yaye uManase+ waqhubeka emlukuhla uYuda+ nabemi baseYerusalem ukuba benze okubi ngakumbi+ kuneentlanga ezo uYehova wayezibhubhisile phambi koonyana bakaSirayeli.+

  • 2 Kronike 36:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Kwanazo zonke iintloko zababingeleli+ nabantu benza ukungathembeki ngomlinganiselo omkhulu, ngokwazo zonke izinto ezicekisekayo+ zeentlanga, kangangokuba bayenza inqambi indlu kaYehova awayingcwalisa eYerusalem.+

  • Yeremiya 5:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Kodwa sona kanye esi sizwana sinentliziyo eneenkani nenemvukelo; siphambukile saza saqhubeka sihamba ngekhondo laso.+

  • Hoseya 9:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Baye bagabadela ekonakaliseni,+ njengakwimihla yaseGibheya.+ Uya kusikhumbula isiphoso sabo;+ uya kuzinikela ingqalelo izono zabo.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share