Levitikus 18:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 “‘Musani ukuzenza abangahlambulukanga ngayo nayiphi na kwezi zinto, kuba zizenze azahlambuluka ngazo ezi zinto zonke iintlanga endizigxothayo phambi kwenu.+ Duteronomi 2:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ayesisizwana esikhulu nesinabantu abaninzi abade njengama-Anakim;+ kwaye uYehova wawabhubhisa+ phambi kwabo, balihlutha ilizwe lawo baza bahlala endaweni yawo; Yoshuwa 24:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 “‘Ekugqibeleni ndanizisa kwilizwe lama-Amori awayehleli ngaphesheya kweYordan, yaye alwa nani.+ Ndawanikela esandleni senu ukuze ilizwe lawo libe lilifa kuni, kwaye ndawabhubhisa phambi kwenu.+
24 “‘Musani ukuzenza abangahlambulukanga ngayo nayiphi na kwezi zinto, kuba zizenze azahlambuluka ngazo ezi zinto zonke iintlanga endizigxothayo phambi kwenu.+
21 Ayesisizwana esikhulu nesinabantu abaninzi abade njengama-Anakim;+ kwaye uYehova wawabhubhisa+ phambi kwabo, balihlutha ilizwe lawo baza bahlala endaweni yawo;
8 “‘Ekugqibeleni ndanizisa kwilizwe lama-Amori awayehleli ngaphesheya kweYordan, yaye alwa nani.+ Ndawanikela esandleni senu ukuze ilizwe lawo libe lilifa kuni, kwaye ndawabhubhisa phambi kwenu.+