IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Hezekile 22:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Njengokuqokelela isilivere nobhedu nentsimbi+ nelothe nenkcenkce phakathi eziko, uzifuthe+ ngomlilo ukuze zinyibilike,+ ndiya kwenjenjalo ukubaqokelela ndawonye ngomsindo wam nangobushushu bam, ndinifuthe ndize ndininyibilikise.

  • Zekariya 2:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Yaye mna kuyo,” utsho uYehova, “ndiya kuba ludonga lomlilo macala onke,+ kwaye ndiya kuba luzuko phakathi kwayo.”’”+

  • Malaki 4:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 “Kuba, khangela! iyeza imini evutha njengeziko,+ yaye bonke abakhukhumeleyo nabo bonke abo benza ubungendawo bamele babe njengeendiza.+ Kwaye imini leyo izayo ngokuqinisekileyo iya kubaqwenga,” utsho uYehova wemikhosi, “kangangokuba ayiyi kubashiyela nokuba yingcambu okanye isebe.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share