Isaya 5:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Yeha ke abo bathi okulungileyo kubi nokubi kulungile,+ abo babeka ubumnyama endaweni yokukhanya nokukhanya endaweni yobumnyama, abo babeka ubukrakra endaweni yobumnandi nobumnandi endaweni yobukrakra!+ Malaki 3:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ngokuqinisekileyo nina niya kuwubona kwakhona umahluko phakathi kwelungisa nongendawo,+ phakathi kwalowo ukhonza uThixo nalowo ungamkhonzanga.”+
20 Yeha ke abo bathi okulungileyo kubi nokubi kulungile,+ abo babeka ubumnyama endaweni yokukhanya nokukhanya endaweni yobumnyama, abo babeka ubukrakra endaweni yobumnandi nobumnandi endaweni yobukrakra!+
18 Ngokuqinisekileyo nina niya kuwubona kwakhona umahluko phakathi kwelungisa nongendawo,+ phakathi kwalowo ukhonza uThixo nalowo ungamkhonzanga.”+