25 Ndincede, inkosi yam mayingakhe iyibekele ntliziyo le ndoda ilitshivela+ uNabhali, kuba, njengoko negama lakhe linjalo, unjalo yena. NguNabhali igama lakhe, akanangqiqo.+ Mna ke khobokazana lakho, andibabonanga abafana benkosi yam abo ububathumele.