IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 9:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Ekuvutheni komsindo kaYehova wemikhosi ilizwe litshile, yaye abantu baya kudliwa ngumlilo.+ Akukho bani uya kubonisa imfesane kwanakumntakwabo.+

  • Yeremiya 9:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 kwaye baqhubeka bekhohlisana ngamnye neqabane lakhe;+ yaye abathethi nyaniso konke konke. Bafundise ulwimi lwabo ukuthetha ubuxoki.+ Bazidinise nje ngokwenza ububi.+

  • Mika 3:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 nina badle nenyama yabantu bam,+ nibahlube nolusu olu lwabo, namathambo abo nawakroboza aziingceba, nabatyumza baziingceba njengento esembizeni emlomo ubanzi nanjengenyama phakathi embizeni yokupheka.+

  • Malaki 3:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 “Ndiza kusondela kuni ukuba ndigwebe,+ yaye ndiza kuba lingqina elikhawulezayo+ nxamnye nabakhafuli,+ nabakrexezi,+ nabo bafunga ubuxoki,+ nabo baqhatha umqeshwa emvuzweni,+ nomhlolokazi+ nenkwenkwe engenayise,+ nabo bamgxothayo umphambukeli,+ ngoxa bengandoyiki mna,”+ utsho uYehova wemikhosi.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share