Isaya 66:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 “Kwaye okunene baya kuphuma baze bakhangele kwizidumbu zamadoda anxaxhileyo kum;+ kuba zona kanye iimpethu ezikuwo aziyi kufa nomlilo wabo awuyi kucima,+ yaye bamele babe yinto elizothe kwinyama yonke.”+
24 “Kwaye okunene baya kuphuma baze bakhangele kwizidumbu zamadoda anxaxhileyo kum;+ kuba zona kanye iimpethu ezikuwo aziyi kufa nomlilo wabo awuyi kucima,+ yaye bamele babe yinto elizothe kwinyama yonke.”+