Isaya 14:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Iqhayiya lakho lihliselwe eShiyol, ingxolo yemirhubhe yakho.+ Ngaphantsi kwakho, wandlalelwe iimpethu zaba sisingqengqelo sakho; nemibungu yaba sisigubungelo sakho.’+ Isaya 34:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ebusuku okanye emini ayiyi kucinywa; umsi wayo uya kunyuka ukusa kwixesha elingenammiselo.+ Izizukulwana ngezizukulwana liya kubharha;+ ngonaphakade kanaphakade akuyi kudlula mntu kulo.+ Mateyu 3:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Umhlakulo wakhe wokwela usesandleni sakhe, yaye uya kusicoca ngokupheleleyo isanda sakhe, ayihlanganisele kuvimba+ ingqolowa yakhe, kodwa wona umququ uya kuwutshisa+ ngomlilo ongacimekiyo.” Mateyu 25:41 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 41 “Uya kwandula ke athi kwabo bangasekhohlo kwakhe, ‘Mkani kum,+ nina niqalekisiweyo, niye emlilweni ongunaphakade+ owalungiselelwa uMtyholi neengelosi zakhe.+ Marko 9:48 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 48 apho impethu yabo ingafiyo nomlilo ungacinywayo.+ 2 Tesalonika 1:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Bona aba baya kuva isohlwayo sesigwebo+ sentshabalalo engunaphakade+ bemke phambi kweNkosi nakuzuko lwamandla ayo,+
11 Iqhayiya lakho lihliselwe eShiyol, ingxolo yemirhubhe yakho.+ Ngaphantsi kwakho, wandlalelwe iimpethu zaba sisingqengqelo sakho; nemibungu yaba sisigubungelo sakho.’+
10 Ebusuku okanye emini ayiyi kucinywa; umsi wayo uya kunyuka ukusa kwixesha elingenammiselo.+ Izizukulwana ngezizukulwana liya kubharha;+ ngonaphakade kanaphakade akuyi kudlula mntu kulo.+
12 Umhlakulo wakhe wokwela usesandleni sakhe, yaye uya kusicoca ngokupheleleyo isanda sakhe, ayihlanganisele kuvimba+ ingqolowa yakhe, kodwa wona umququ uya kuwutshisa+ ngomlilo ongacimekiyo.”
41 “Uya kwandula ke athi kwabo bangasekhohlo kwakhe, ‘Mkani kum,+ nina niqalekisiweyo, niye emlilweni ongunaphakade+ owalungiselelwa uMtyholi neengelosi zakhe.+
9 Bona aba baya kuva isohlwayo sesigwebo+ sentshabalalo engunaphakade+ bemke phambi kweNkosi nakuzuko lwamandla ayo,+