Levitikus 19:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 “‘Uze usukume phambi kwengwevu,+ uyihlonele indoda enkulu,+ umoyike uThixo wakho.+ NdinguYehova. 2 Samuweli 16:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Wafika ke uKumkani uDavide naseBhahurim,+ yaye, khangela! kwaphuma apho indoda yentsapho yendlu kaSawule, igama layo yayinguShimeyi,+ unyana kaGera, iphuma kwaye iqalekisa ekuphumeni kwayo.+ IMizekeliso 16:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Isithsaba sokuhomba zizimvi+ xa sifunyanwa endleleni yobulungisa.+ INtshumayeli 10:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ndibabone abakhonzi bekhwele amahashe kodwa iinkosana zihamba kanye njengabakhonzi emhlabeni.+ Marko 14:65 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 65 Kwaye bambi baqala ukumtshicela+ nokugqubuthela ubuso bakhe buphela baza bambetha ngamanqindi bathi kuye: “Profeta!” Yaye, bemmpakaza ebusweni, abalindi basenkundleni bamthabatha.+
5 Wafika ke uKumkani uDavide naseBhahurim,+ yaye, khangela! kwaphuma apho indoda yentsapho yendlu kaSawule, igama layo yayinguShimeyi,+ unyana kaGera, iphuma kwaye iqalekisa ekuphumeni kwayo.+
65 Kwaye bambi baqala ukumtshicela+ nokugqubuthela ubuso bakhe buphela baza bambetha ngamanqindi bathi kuye: “Profeta!” Yaye, bemmpakaza ebusweni, abalindi basenkundleni bamthabatha.+