2 Samuweli 19:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Wandula ke uShimeyi+ unyana kaGera+ umBhenjamin, owayengowaseBhahurim,+ wakhawuleza waza wehla namadoda akwaYuda ukuhlangabeza uKumkani uDavide. 1 Kumkani 2:44 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 44 Ukumkani wahlabela mgama wathi kuShimeyi: “Wena ngokwakho uyayazi ngokuqinisekileyo nentliziyo yakho iyazi kakuhle yonke indlela owamenzakalisa ngayo uDavide ubawo;+ kwaye uYehova ngokuqinisekileyo uza kukubuyisela phezu kwentloko yakho oko kwenzakalisa owakwenzayo.+
16 Wandula ke uShimeyi+ unyana kaGera+ umBhenjamin, owayengowaseBhahurim,+ wakhawuleza waza wehla namadoda akwaYuda ukuhlangabeza uKumkani uDavide.
44 Ukumkani wahlabela mgama wathi kuShimeyi: “Wena ngokwakho uyayazi ngokuqinisekileyo nentliziyo yakho iyazi kakuhle yonke indlela owamenzakalisa ngayo uDavide ubawo;+ kwaye uYehova ngokuqinisekileyo uza kukubuyisela phezu kwentloko yakho oko kwenzakalisa owakwenzayo.+