2 Kumkani 15:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 UPuli+ ukumkani waseAsiriya+ wafika kwelo lizwe. UMenahem wanika+ uPuli iitalente eziliwaka zesilivere,+ ukuze izandla zakhe zibe naye zibomeleze ubukumkani esandleni sakhe.+
19 UPuli+ ukumkani waseAsiriya+ wafika kwelo lizwe. UMenahem wanika+ uPuli iitalente eziliwaka zesilivere,+ ukuze izandla zakhe zibe naye zibomeleze ubukumkani esandleni sakhe.+