IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 28:45
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 45 “Zoza ke ngokuqinisekileyo phezu kwakho ezi ziqalekiso zonke,+ zikusukele, zikufumane ude ubhubhe,+ ngokuba ungaliphulaphulanga ilizwi likaYehova uThixo wakho ukuba uyigcine imiyalelo yakhe nemimiselo yakhe akuyalele yona.+

  • 2 Kumkani 12:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 UYehowashe ukumkani wakwaYuda wathabatha iminikelo engcwele+ leyo uYehoshafati noYehoram noAhaziya ookhokho bakhe, ookumkani bakwaYuda, babeyingcwalisile neminikelo yakhe engcwele nayo yonke igolide eyayifumaneka kubuncwane bendlu kaYehova nasendlwini kakumkani waza wayithumela+ kuHazayeli ukumkani waseSiriya. Ngoko wemka eYerusalem.

  • 2 Kumkani 16:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Ngako oko uAhazi wathabatha isilivere negolide eyafumanekayo endlwini kaYehova nakubuncwane bendlu kakumkani+ waza wathumelela ukumkani waseAsiriya isinyobo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share