Isaya 12:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Khangela! UThixo lusindiso lwam.+ Ndiya kukholosa ndize ndingankwantyi;+ kuba uYa uYehova ungamandla am+ nokomelela kwam,+ kwaye uye waba lusindiso lwam.”+ Zefaniya 3:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 UYehova uThixo wakho uphakathi kwakho. NjengaLowo unamandla, uya kusindisa.+ Uya kugcoba ngawe enemihlali.+ Uya kuthi cwaka eluthandweni lwakhe. Uya kugcoba ngawe ememelela ngoyolo.
2 Khangela! UThixo lusindiso lwam.+ Ndiya kukholosa ndize ndingankwantyi;+ kuba uYa uYehova ungamandla am+ nokomelela kwam,+ kwaye uye waba lusindiso lwam.”+
17 UYehova uThixo wakho uphakathi kwakho. NjengaLowo unamandla, uya kusindisa.+ Uya kugcoba ngawe enemihlali.+ Uya kuthi cwaka eluthandweni lwakhe. Uya kugcoba ngawe ememelela ngoyolo.