Duteronomi 7:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 UYehova uya kuzishenxisa ngokuqinisekileyo zonke izifo kuwe; nezifo zonke ezibi zaseYiputa, ezo uzaziyo,+ akayi kuzibeka kuwe, kodwa eneneni uya kuzibeka kubo bonke abakuthiyayo. ISityhilelo 21:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Uya kuzisula zonke iinyembezi+ emehlweni abo, kungabi sabakho kufa,+ kungabi sabakho kuzila nakukhala nantlungu kwakhona.+ Izinto zangaphambili zidlule.”+ ISityhilelo 22:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 usihla embindini wendlela yaso ephangaleleyo. Macala omabini alo mlambo kwakukho imithi+ yobomi eneentlobo zeziqhamo ezilishumi elinesibini, ivelisa iziqhamo zayo nyanga nganye.+ Yaye amagqabi emithi ayengawokuphilisa iintlanga.+
15 UYehova uya kuzishenxisa ngokuqinisekileyo zonke izifo kuwe; nezifo zonke ezibi zaseYiputa, ezo uzaziyo,+ akayi kuzibeka kuwe, kodwa eneneni uya kuzibeka kubo bonke abakuthiyayo.
4 Uya kuzisula zonke iinyembezi+ emehlweni abo, kungabi sabakho kufa,+ kungabi sabakho kuzila nakukhala nantlungu kwakhona.+ Izinto zangaphambili zidlule.”+
2 usihla embindini wendlela yaso ephangaleleyo. Macala omabini alo mlambo kwakukho imithi+ yobomi eneentlobo zeziqhamo ezilishumi elinesibini, ivelisa iziqhamo zayo nyanga nganye.+ Yaye amagqabi emithi ayengawokuphilisa iintlanga.+