-
Hezekile 47:12INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
12 “Nasecaleni komsinga kuya kuphuma, eludongeni lwawo kweli cala nakweliya icala, zonke iintlobo zemithi yokudliwa.+ Amagqabi awo akayi kubuna,+ nesiqhamo sawo asiyi kudliwa siphele.+ Iya kuthwala isiqhamo esitsha ngeenyanga zayo, ngenxa yokuba amanzi awo—aphuma engcweleni kanye.+ Isiqhamo sawo simele sibe sesokudliwa namagqabi awo abe ngawokuphilisa.”+
-