ISityhilelo 14:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Kwathi gqi enye ingelosi ivela engcweleni yetempile, idanduluka ngelizwi elikhulu kulowo wayehleli efini isithi: “Lifake irhengqa lakho uze uvune,+ ngokuba lifikile ilixa lokuvuna,+ kuba isivuno somhlaba sivuthwe ngokupheleleyo.”+ ISityhilelo 19:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Emlonyeni wakhe kuphuma ikrele+ elide elibukhali, ukuze azixabele ngalo iintlanga, azaluse ngentonga yentsimbi.+ Uxovula nesixovulelo sewayini+ yomsindo wengqumbo kaThixo+ uSomandla.
15 Kwathi gqi enye ingelosi ivela engcweleni yetempile, idanduluka ngelizwi elikhulu kulowo wayehleli efini isithi: “Lifake irhengqa lakho uze uvune,+ ngokuba lifikile ilixa lokuvuna,+ kuba isivuno somhlaba sivuthwe ngokupheleleyo.”+
15 Emlonyeni wakhe kuphuma ikrele+ elide elibukhali, ukuze azixabele ngalo iintlanga, azaluse ngentonga yentsimbi.+ Uxovula nesixovulelo sewayini+ yomsindo wengqumbo kaThixo+ uSomandla.