INdumiso 2:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Uya kuziqhekeza ngentonga yobukhosi yentsimbi,+Ngokungathi sisitya sombumbi uya kuziqhekeza zibe ziingceba.”+ ISityhilelo 2:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 yaye uya kubalusa abantu ngentonga yentsimbi,+ abaqhekeze njengezitya zodongwe,+ njengoko nam ndilifumene kuBawo elo gunya, ISityhilelo 12:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Wazala unyana,+ inkwenkwe, oya kuzalusa zonke iintlanga ngentonga yentsimbi.+ Yaye umntwana wakhe wathatyathelwa kuThixo nakwitrone yakhe.+
9 Uya kuziqhekeza ngentonga yobukhosi yentsimbi,+Ngokungathi sisitya sombumbi uya kuziqhekeza zibe ziingceba.”+
27 yaye uya kubalusa abantu ngentonga yentsimbi,+ abaqhekeze njengezitya zodongwe,+ njengoko nam ndilifumene kuBawo elo gunya,
5 Wazala unyana,+ inkwenkwe, oya kuzalusa zonke iintlanga ngentonga yentsimbi.+ Yaye umntwana wakhe wathatyathelwa kuThixo nakwitrone yakhe.+