Isaya 13:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kuba zona kanye iinkwenkwezi zamazulu namakroza azo eKesile+ akayi kukhazimlisa kukhanya kwawo; okunene ilanga liya kuba mnyama ekuphumeni kwalo, nenyanga ayiyi kukhanyisa ukukhanya kwayo. Obhadiya 4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ukuba isikhundla sakho uya kusenza siphakame njengokhozi, okanye ukuba indlwane yakho ibiya kubekwa phakathi kweenkwenkwezi, nalapho bendiya kukuhlisa,”+ utsho uYehova. Obhadiya 8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ngaba akuyi kuba njalo ngaloo mhla na?” utsho uYehova. “Yaye ndiya kuzitshabalalisa ngokuqinisekileyo izilumko kwaEdom,+ nokuqonda kummandla weentaba wakwaEsawu.
10 Kuba zona kanye iinkwenkwezi zamazulu namakroza azo eKesile+ akayi kukhazimlisa kukhanya kwawo; okunene ilanga liya kuba mnyama ekuphumeni kwalo, nenyanga ayiyi kukhanyisa ukukhanya kwayo.
4 Ukuba isikhundla sakho uya kusenza siphakame njengokhozi, okanye ukuba indlwane yakho ibiya kubekwa phakathi kweenkwenkwezi, nalapho bendiya kukuhlisa,”+ utsho uYehova.
8 Ngaba akuyi kuba njalo ngaloo mhla na?” utsho uYehova. “Yaye ndiya kuzitshabalalisa ngokuqinisekileyo izilumko kwaEdom,+ nokuqonda kummandla weentaba wakwaEsawu.