Numeri 23:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 UThixo uyabakhupha eYiputa.+Amendu akhe anjengawenqu.+ Duteronomi 33:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Njengenkunzi yenkomo yamazibulo bunjalo ubungangamsha bakhe,+Ziimpondo zenqu iimpondo zakhe.+Ngazo uya kutyhala izizwana zonke+Ziye esiphelweni somhlaba,Ngamashumi amawaka akwaEfrayim ke lawo,+Ngamawaka akwaManase ke lawo.” Yobhi 39:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ngaba inqu ifuna ukukukhonza,+Okanye ngaba iya kuchitha ubusuku emkhumbini wakho? INdumiso 92:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kodwa uya kuluphakamisa uphondo lwam njengolo lwenqu;+Ndiya kuzenza ndifume ngeoli entsha.+
17 Njengenkunzi yenkomo yamazibulo bunjalo ubungangamsha bakhe,+Ziimpondo zenqu iimpondo zakhe.+Ngazo uya kutyhala izizwana zonke+Ziye esiphelweni somhlaba,Ngamashumi amawaka akwaEfrayim ke lawo,+Ngamawaka akwaManase ke lawo.”