IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 33:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Njengenkunzi yenkomo yamazibulo bunjalo ubungangamsha bakhe,+

      Ziimpondo zenqu iimpondo zakhe.+

      Ngazo uya kutyhala izizwana zonke+

      Ziye esiphelweni somhlaba,

      Ngamashumi amawaka akwaEfrayim ke lawo,+

      Ngamawaka akwaManase ke lawo.”

  • 1 Samuweli 2:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Waza uHana wahlabela mgama ethandaza+ wathi:

      “Intliziyo yam iyagcoba ngoYehova,+

      Eneneni uphondo lwam luphakanyisiwe ngoYehova.+

      Umlomo wam uvuleke kakhulu nxamnye neentshaba zam,

      Kuba ndinemihlali ngosindiso lwakho.+

  • INdumiso 89:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Ukuthembeka kwam nobubele bam bothando bukunye naye,+

      Kwaye egameni lam luphakamile uphondo lwakhe.+

  • INdumiso 112:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  9 Wabe ngokubanzi; wanika amahlwempu.+

      צ [Tsa·dhehʹ]

      Ubulungisa bakhe bumi ngonaphakade.+

      ק [Qohph]

      Uphondo lwakhe luya kuphakanyiswa ngozuko.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share