IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kronike 33:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Yaye wadlulisa oonyana bakhe emlilweni+ entlanjeni yonyana kaHinom,+ waza waqhelisela umlingo+ wasebenzisa ukuvumisa+ waqhelisela nokukhafula+ wenza abaneshologu+ nabaxeli-ziganeko kwangaphambili+ abaziinkunkqele. Wenza okubi emehlweni kaYehova ngokomlinganiselo omkhulu, ukuze amcaphukise.+

  • Habhakuki 1:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Usulungeke kakhulu emehlweni ukuba ungabona okubi; yaye akukwazi ukukhangela inkathazo.+ Kutheni na ukhangela abo benza ngobuqhophololo,+ uqhubeka uthe cwaka xa ongendawo eginya olilungisa ngaphezu kwakhe?+

  • Malaki 2:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Ukuba aniyi kuphulaphula,+ yaye ukuba aniyi kukubeka entliziyweni yenu+ ukunika igama lam uzuko,”+ utsho uYehova wemikhosi, “ngokuqinisekileyo ndiya kuthumela kuni isiqalekiso,+ kwaye ndiza kuziqalekisa iintsikelelo zenu.+ Ewe, nentsikelelo ndiyiqalekisile, ngenxa yokuba anikubeki entliziyweni oku.”

  • 1 Korinte 10:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Okanye “simenza abe nekhwele na uYehova”?+ Asomelelanga ngakumbi kunaye,+ andibi kunjalo?

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share