-
Malaki 1:4INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
4 “Ngenxa yokuba uEdom uqhubeka esithi, ‘Siqotyiwe, kodwa siya kubuya size sizakhe iindawo eziphanzileyo,’ utsho uYehova wemikhosi, ‘Bona baya kwakha; kodwa mna ndiya kudiliza.+ Yaye ngokuqinisekileyo abantu baya kubabiza ngokuba “ngummandla wobungendawo” nangokuba “ngabantu uYehova abaqalekisileyo+ ukusa kwixesha elingenammiselo.”
-