Hezekile 32:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ndiya kuzitshabalalisa zonke izilwanyana zayo zasekhaya ezingasemanzini amaninzi,+ nonyawo lomntu wasemhlabeni alusayi kuphinda luwagxobhe,+ kwaneempuphu zezilwanyana zasekhaya aziyi kuwagxobha.’
13 Ndiya kuzitshabalalisa zonke izilwanyana zayo zasekhaya ezingasemanzini amaninzi,+ nonyawo lomntu wasemhlabeni alusayi kuphinda luwagxobhe,+ kwaneempuphu zezilwanyana zasekhaya aziyi kuwagxobha.’