-
Zefaniya 2:14INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
14 Naphakathi kwayo, ngokuqinisekileyo kuya kubutha imihlambi, zonke izilwanyana zasendle zohlanga.+ Kokubini ingcwangube nencanda+ ziya kuchitha ubusuku kanye phakathi kweentsika zayo ezineengqukuva zokuhombisa.+ Ilizwi liya kuvuma efestileni. Kuya kubakho ukuphanziswa embundwini; kuba ngokuqinisekileyo uya kuwuhluba umbhinqo wamaplanga emazantsi egumbini.+
-