Isaya 13:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Abemi bemimandla engumqwebedu ngokuqinisekileyo baya kubutha apho, nezindlu zabo ziya kuzaliswa zizihuluhulu.+ Iya kuba likhaya leenciniba, needemon ezimilise okweebhokhwe ziya kudloba apho.+
21 Abemi bemimandla engumqwebedu ngokuqinisekileyo baya kubutha apho, nezindlu zabo ziya kuzaliswa zizihuluhulu.+ Iya kuba likhaya leenciniba, needemon ezimilise okweebhokhwe ziya kudloba apho.+