Eksodus 33:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Wathi yena: “Khawuncede, undibonise ubuqaqawuli bakho.”+ INdumiso 97:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Amazulu abuxelile ubulungisa bakhe,+Nazo zonke izizwana zibubonile ubuqaqawuli bakhe.+ Isaya 12:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Yaye ngaloo mini ngokuqinisekileyo niya kuthi: “Bulelani kuYehova!+ Bizani egameni lakhe.+ Zaziseni phakathi kwezizwana izenzo zakhe.+ Likhankanyeni igama lakhe ukuba libekwe phezulu.+
4 Yaye ngaloo mini ngokuqinisekileyo niya kuthi: “Bulelani kuYehova!+ Bizani egameni lakhe.+ Zaziseni phakathi kwezizwana izenzo zakhe.+ Likhankanyeni igama lakhe ukuba libekwe phezulu.+