Yobhi 4:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Nabani na okhubekayo, amazwi akho ebemvusa;+Yaye amadolo agevezelayo ubuwaqinisa.+ Luka 22:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Kodwa ndiye ndenza isikhungo+ ngenxa yakho ukuze ungatyhafi elukholweni; yaye nawe, wakubuya, bomeleze+ abazalwana bakho.” Hebhere 12:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ngoko ke zoluleni izandla eziwileyo+ namadolo anengevane,+
32 Kodwa ndiye ndenza isikhungo+ ngenxa yakho ukuze ungatyhafi elukholweni; yaye nawe, wakubuya, bomeleze+ abazalwana bakho.”