Daniyeli 10:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Wandula ke wathi: “Musa ukoyika,+ ndoda inqweneleka kakhulu.+ Ngamana ungaba noxolo.+ Yomelela, ewe, yomelela.”+ Akuba etshilo ndomelela ndaza ekugqibeleni ndathi: “Ungathetha nkosi yam,+ kuba undomelezile.”+ Hagayi 2:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 “‘Yomelela ke ngoku, Zerubhabheli,’ utsho uYehova, ‘Womelele nawe,+ Yoshuwa nyana kaYehotsadaki umbingeleli omkhulu.’ “‘Nomelele, nani nonke bantu beli lizwe,’ utsho uYehova, ‘nize nisebenze.’+ “‘Kuba ndinani,’+ utsho uYehova wemikhosi. Efese 6:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Okokugqibela, qhubekani nizuza amandla+ eNkosini nasekomeleleni+ kwayo.
19 Wandula ke wathi: “Musa ukoyika,+ ndoda inqweneleka kakhulu.+ Ngamana ungaba noxolo.+ Yomelela, ewe, yomelela.”+ Akuba etshilo ndomelela ndaza ekugqibeleni ndathi: “Ungathetha nkosi yam,+ kuba undomelezile.”+
4 “‘Yomelela ke ngoku, Zerubhabheli,’ utsho uYehova, ‘Womelele nawe,+ Yoshuwa nyana kaYehotsadaki umbingeleli omkhulu.’ “‘Nomelele, nani nonke bantu beli lizwe,’ utsho uYehova, ‘nize nisebenze.’+ “‘Kuba ndinani,’+ utsho uYehova wemikhosi.