IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 56:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  3 Nokuba ndoyika ngaluphi na usuku, mna ndiya kukholosa ngawe.+

  • Zefaniya 3:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Ngaloo mini kuya kuthiwa kwiYerusalem: “Musa ukoyika, wena Ziyon.+ Mazingawi izandla zakho.+

  • Mateyu 10:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 Kwaye ningaboyiki+ abo babulala umzimba kodwa bengenako ukubulala umphefumlo; kodwa kunoko yoyikani lowo+ unako ukutshabalalisa kokubini umphefumlo nomzimba eGehena.+

  • Hebhere 10:38
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 38 “Kodwa owam yena lowo ulilungisa uya kuphila ngenxa yokholo,”+ yaye, “ukuba uthe wahlehla, umphefumlo wam awukholiswa nguye.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share