Isaya 35:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Isiqhwala siya kutsiba njengexhama,+ nolwimi lwesimumu luya kumemelela ngochulumanco.+ Kuba kuya kumpompoza amanzi entlango, nemisinga kwithafa eliyinkqantosi. IZenzo 3:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 yaye, ixhuma,+ yema, yaqalisa ukuhamba, yaza yangena kunye nabo etempileni,+ ihamba ixhumaxhuma, idumisa uThixo.
6 Isiqhwala siya kutsiba njengexhama,+ nolwimi lwesimumu luya kumemelela ngochulumanco.+ Kuba kuya kumpompoza amanzi entlango, nemisinga kwithafa eliyinkqantosi.
8 yaye, ixhuma,+ yema, yaqalisa ukuhamba, yaza yangena kunye nabo etempileni,+ ihamba ixhumaxhuma, idumisa uThixo.