Isaya 8:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 ngoko ke, khangela! uYehova unyusa nxamnye nabo+ amanzi anamandla namaninzi oMlambo,+ ukumkani waseAsiriya+ nozuko lwakhe lonke.+ Kwaye ngokuqinisekileyo uya kunyuka abe ngaphezu kwayo yonke imisinga yakhe aye naphezu kwalo lonke udonga lwakhe Isaya 10:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 “Heke, umAsiriya yena+ uyintonga yomsindo wam,+ induku esesandleni sam yesiqalekiso!
7 ngoko ke, khangela! uYehova unyusa nxamnye nabo+ amanzi anamandla namaninzi oMlambo,+ ukumkani waseAsiriya+ nozuko lwakhe lonke.+ Kwaye ngokuqinisekileyo uya kunyuka abe ngaphezu kwayo yonke imisinga yakhe aye naphezu kwalo lonke udonga lwakhe