2 Kumkani 11:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ke kaloku uAtaliya+ unina ka-Ahaziya,+ wabona ukuba unyana wakhe ufile. Ngoko wasuka watshabalalisa yonke inzala yobukumkani.+ Nahum 3:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 “Khangela! Abantu bakho ngabafazi abaphakathi kwakho.+ Amasango elizwe lakho aya kuvulelwa iintshaba. Umlilo uya kuyiqwenga imivalo yakho.+ 1 Timoti 2:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Andimvumeli umfazi ukuba afundise,+ okanye asebenzise igunya endodeni,+ kodwa makathi cwaka.
11 Ke kaloku uAtaliya+ unina ka-Ahaziya,+ wabona ukuba unyana wakhe ufile. Ngoko wasuka watshabalalisa yonke inzala yobukumkani.+
13 “Khangela! Abantu bakho ngabafazi abaphakathi kwakho.+ Amasango elizwe lakho aya kuvulelwa iintshaba. Umlilo uya kuyiqwenga imivalo yakho.+