2 Kumkani 19:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ngaba oothixo+ beentlanga ezo ookhokho bam bazonakalisayo bazihlangula na, iGozan+ neHaran+ neRetsefe noonyana bakaEden+ ababeseTele-asare?+ 2 Kronike 32:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ngubani na phakathi kwabo bonke oothixo bezi ntlanga ookhokho bam abazitshabalalisayo owaba nako ukubahlangula abantu bakhe esandleni sam, ukuba abe nako uThixo wenu ukunihlangula esandleni sam?+ Isaya 10:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 akuyi kuba kanye njengoko ndenzile na eSamariya nakoothixo bayo abangenaxabiso,+ endiya kuthi ndenjenjalo kwiYerusalem nakoothixo bayo?’+ Isaya 37:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ngaba oothixo+ beentlanga ezonakaliswa ngookhokho bam bazihlangula na,+ iGozan+ neHaran+ neRetsefe noonyana bakaEden+ ababeseTele-asare?
12 Ngaba oothixo+ beentlanga ezo ookhokho bam bazonakalisayo bazihlangula na, iGozan+ neHaran+ neRetsefe noonyana bakaEden+ ababeseTele-asare?+
14 Ngubani na phakathi kwabo bonke oothixo bezi ntlanga ookhokho bam abazitshabalalisayo owaba nako ukubahlangula abantu bakhe esandleni sam, ukuba abe nako uThixo wenu ukunihlangula esandleni sam?+
11 akuyi kuba kanye njengoko ndenzile na eSamariya nakoothixo bayo abangenaxabiso,+ endiya kuthi ndenjenjalo kwiYerusalem nakoothixo bayo?’+
12 Ngaba oothixo+ beentlanga ezonakaliswa ngookhokho bam bazihlangula na,+ iGozan+ neHaran+ neRetsefe noonyana bakaEden+ ababeseTele-asare?