Genesis 37:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Kamva uRubhen wabuyela emhadini wamanzi waza wabona engasekho uYosefu emhadini lowo wamanzi. Ngoko ke wazikrazula izambatho zakhe.+ 2 Kumkani 22:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kwathi kamsinya nje akuba ukumkani ewevile amazwi encwadi yomthetho, ngoko nangoko wazikrazula izambatho zakhe.+
29 Kamva uRubhen wabuyela emhadini wamanzi waza wabona engasekho uYosefu emhadini lowo wamanzi. Ngoko ke wazikrazula izambatho zakhe.+
11 Kwathi kamsinya nje akuba ukumkani ewevile amazwi encwadi yomthetho, ngoko nangoko wazikrazula izambatho zakhe.+