Genesis 44:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ngoko bazikrazula iingubo zabo zokwaleka+ waza ngamnye wakhwelisa umthwalo wakhe e-esileni lakhe, babuyela esixekweni. 2 Samuweli 1:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 UDavide wabamba izambatho zakhe waza wazikrazula,+ enjenjalo nawo onke amadoda awayekunye naye. 2 Kronike 34:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Kwathi kamsinya nje akuweva ukumkani amazwi omthetho, ngoko nangoko wazikrazula izambatho zakhe.+ Yeremiya 36:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Abazange bankwantye;+ yaye ukumkani nezicaka zakhe zonke, ezaziwaphulaphule onke la mazwi, abazange bazikrazule izambatho zabo.+ Yoweli 2:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Krazulani iintliziyo zenu,+ kungekhona izambatho zenu;+ nize nibuyele kuYehova uThixo wenu, kuba unobabalo nenceba,+ uzeka kade umsindo+ kwaye unobubele bothando obuninzi,+ yaye ngokuqinisekileyo uya kuzisola ngenxa yentlekele.+
13 Ngoko bazikrazula iingubo zabo zokwaleka+ waza ngamnye wakhwelisa umthwalo wakhe e-esileni lakhe, babuyela esixekweni.
24 Abazange bankwantye;+ yaye ukumkani nezicaka zakhe zonke, ezaziwaphulaphule onke la mazwi, abazange bazikrazule izambatho zabo.+
13 Krazulani iintliziyo zenu,+ kungekhona izambatho zenu;+ nize nibuyele kuYehova uThixo wenu, kuba unobabalo nenceba,+ uzeka kade umsindo+ kwaye unobubele bothando obuninzi,+ yaye ngokuqinisekileyo uya kuzisola ngenxa yentlekele.+