IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kumkani 18:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Wayekholose ngoYehova uTHIXO kaSirayeli;+ yaye emva kwakhe akuzange kubekho unjengaye kubo bonke ookumkani bakwaYuda,+ kwanabo babephambi kwakhe.+

  • 2 Kronike 32:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Ke kaloku musani ukukhohliswa+ nguHezekiya okanye anilukuhle+ ngale ndlela musani ukumkholelwa, kuba akukho thixo walo naluphi na uhlanga okanye ubukumkani obunako ukuhlangula abantu babo esandleni sam nasesandleni sookhokho bam. Wobeka phi ke lo Thixo wenu ukungabi nako ukunihlangula esandleni sam!’”+

  • INdumiso 22:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  8 “Uzinikele kuYehova.+ Makamsindise!+

      Makamhlangule, ngenxa yokuba uyoliswa nguye!”+

  • Isaya 36:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Ngako oko uRabheshake wathi kubo: “Khanincede, nithi kuHezekiya, ‘Utsho ukumkani omkhulu,+ ukumkani waseAsiriya,+ ukuthi: “Uthembele ngantoni na?+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share