2 Kumkani 20:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Yaye ngokuqinisekileyo ndiya kongeza iminyaka elishumi elinesihlanu kwiintsuku zakho, yaye ndiya kukuhlangula wena nesi sixeko entendeni kakumkani waseAsiriya, kwaye ndiya kusikhusela+ esi sixeko ngenxa yam nangenxa kaDavide umkhonzi wam.”’”+ INdumiso 91:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ndiya kumanelisa ngemihla emide,+Yaye ndiya kumbangela akubone ukusindisa kwam.+
6 Yaye ngokuqinisekileyo ndiya kongeza iminyaka elishumi elinesihlanu kwiintsuku zakho, yaye ndiya kukuhlangula wena nesi sixeko entendeni kakumkani waseAsiriya, kwaye ndiya kusikhusela+ esi sixeko ngenxa yam nangenxa kaDavide umkhonzi wam.”’”+