Yoshuwa 10:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kwaba ngoko awathi uYoshuwa wathetha kuYehova ngemini uYehova awawanikela ngayo ama-Amori koonyana bakaSirayeli, kwaye wathi emehlweni kaSirayeli:“Langa,+ nqumama eGibheyon,+Nawe, nyanga, kwintili yaseAyalon.”+
12 Kwaba ngoko awathi uYoshuwa wathetha kuYehova ngemini uYehova awawanikela ngayo ama-Amori koonyana bakaSirayeli, kwaye wathi emehlweni kaSirayeli:“Langa,+ nqumama eGibheyon,+Nawe, nyanga, kwintili yaseAyalon.”+