IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yeremiya 4:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Ngenxa yoku bhinqani amarhonya.+ Zibetheni izifuba nize nibhomboloze,+ ngenxa yokuba ukuvutha komsindo kaYehova akubuyanga kuthi.+

  • IZililo 2:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Amadoda amakhulu entombi yaseZiyon ahleli phantsi emhlabeni, apho athe cwaka.+

      Azigalele ngothuli entloko.+ Abhinqe amarhonya.+

      Iintombi ezinyulu zaseYerusalem zihlisele phantsi emhlabeni intloko yazo.+

  • Yoweli 1:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Yenza isijwili, njengoko isenjenjalo intombi enyulu ebhinqe irhonya+ ngenxa yomnini wobutsha bayo.

  • Amosi 8:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Ndiza kuyijika imithendeleko yenu ibe kukuzila+ nazo zonke iingoma zenu zibe sisimbonono, kwaye ndiza kuzinxibisa amarhonya izinqe zonke ndize ndizichebe inkqayi iintloko zonke;+ yaye ndiza kuyenza imeko ibe njengokuzilela unyana okuphela kwakhe,+ nokuphela kwako kube njengemini ekrakra.’

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share