Isaya 38:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 Ngaloo mihla uHezekiya wagulela ukufa.+ Ngako oko uIsaya+ unyana ka-Amotsi umprofeti weza kuye waza wathi kuye: “Utsho uYehova ukuthi, ‘Nikela imiyalelo kwindlu yakho,+ kuba wena eneneni uya kufa akuyi kuphila.’”+
38 Ngaloo mihla uHezekiya wagulela ukufa.+ Ngako oko uIsaya+ unyana ka-Amotsi umprofeti weza kuye waza wathi kuye: “Utsho uYehova ukuthi, ‘Nikela imiyalelo kwindlu yakho,+ kuba wena eneneni uya kufa akuyi kuphila.’”+