Duteronomi 28:49 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 49 “UYehova wokuzisela uhlanga oluvela kude,+ esiphelweni somhlaba, olurhiwula njengokhozi,+ uhlanga olulwimi ungaluqondiyo,+ 2 Kumkani 20:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Emva koko uIsaya umprofeti weza kuKumkani uHezekiya waza wathi kuye:+ “Aye athini la madoda yaye ebevela phi na ekuzeni kwawo kuwe?”+ Ngoko uHezekiya wathi: “Ebevela ezweni elikude, eBhabhiloni.”
49 “UYehova wokuzisela uhlanga oluvela kude,+ esiphelweni somhlaba, olurhiwula njengokhozi,+ uhlanga olulwimi ungaluqondiyo,+
14 Emva koko uIsaya umprofeti weza kuKumkani uHezekiya waza wathi kuye:+ “Aye athini la madoda yaye ebevela phi na ekuzeni kwawo kuwe?”+ Ngoko uHezekiya wathi: “Ebevela ezweni elikude, eBhabhiloni.”