Daniyeli 2:49 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 49 Ke uDaniyeli wenza isicelo kukumkani, waza wamisela uShadraki, uMeshaki noAbhednego+ ukuba balawule iphondo laseBhabhiloni, kodwa yena uDaniyeli wayesenkundleni+ kakumkani. Daniyeli 5:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Ngoko nangoko uBheleshatsare wayalela ukuba bamambese uDaniyeli ngezimfusa, bafake nentsimbi yomqala yegolide entanyeni yakhe; baza bamemeza besithi uza kuba ngumlawuli wesithathu ebukumkanini.+
49 Ke uDaniyeli wenza isicelo kukumkani, waza wamisela uShadraki, uMeshaki noAbhednego+ ukuba balawule iphondo laseBhabhiloni, kodwa yena uDaniyeli wayesenkundleni+ kakumkani.
29 Ngoko nangoko uBheleshatsare wayalela ukuba bamambese uDaniyeli ngezimfusa, bafake nentsimbi yomqala yegolide entanyeni yakhe; baza bamemeza besithi uza kuba ngumlawuli wesithathu ebukumkanini.+